-
Marko 7:6-8IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
6 Wathi kubo: “UIsaya wayenyanisile xa waprofeta ngani bahanahanisindini,* njengokuba kubhaliwe kwathiwa, ‘Aba bantu bandihlonipha nje ngomlomo, kodwa iintliziyo zabo zikude lee kum.+ 7 Bandikhonzela ilize, kuba bafundisa imithetho yabantu, beyenza ngathi yimithetho kaThixo.’+ 8 Niwushiyile umthetho kaThixo, nabambelela kwisithethe sabantu.”+
-