-
Duteronomi 17:15, 16IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
15 nize nincede nibeke ukumkani okhethwe nguYehova uThixo wenu.+ Loo kumkani nimele nimkhethe kubantakwenu. Anivumelekanga ukuba nikhethe umntu wasemzini ongenguye umntakwenu. 16 Kodwa ke aze angazifuneli amahashe amaninzi+ okanye abuyisele abantu eYiputa ukuze afumane angakumbi,+ kuba uYehova uthe, ‘Ningaze niphinde nihambe ngale ndlela nibuyele eYiputa.’
-