6 Bonke abemi baseYiputa baza kutsho bazi ukuba ndinguYehova,
Kuba bebengeloncedo lwanto ekuxhaseni indlu kaSirayeli, befana nje nengcongolo.+
7 Xa bakubamba ngesandla, wasuka watyumka,
Waza wakrazula igxalaba labo.
Bathi bezixhasa ngawe, wasuka waphuka,
Wayenza yagexa imilenze yabo.”+