17 Yinyaniso Yehova ukuba ookumkani baseAsiriya bazitshabalalise zonke iintlanga namazwe azo.+ 18 Noothixo bazo babaphose emlilweni, ngenxa yokuba bebengengabo oothixo,+ kodwa bebengumsebenzi wezandla zomntu,+ benziwe ngomthi nelitye. Yiloo nto beye bakwazi ukubatshabalalisa.