20 UIsaya unyana ka-Amotsi wathumela lo myalezo kuHezekiya: “Uthi uYehova uThixo kaSirayeli, ‘Ndiwuvile umthandazo wakho+ ngoKumkani uSenaribhe waseAsiriya.+ 21 Uthi uYehova ngaye:
“Intombi yaseZiyon engazange yalala nandoda ikudelile, ihlekisa ngawe.
Intombi yaseYerusalem ikunikinela intloko.