14 Emva kokuba uLote ahlukene noAbram, uYehova wathi kuye: “Khawuncede uphakamise amehlo akho, uze ujonge ukwindawo okuyo, emntla nasemzantsi, empuma nasentshona, 15 kuba lonke ilizwe olibonayo, ndiza kulinika wena nenzala yakho, libe lilifa lakho ngonaphakade.+