Duteronomi 28:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 “Ukuba anilimameli ilizwi likaYehova uThixo wenu, ningayithobeli yonke imithetho nemimiselo endiniyalela yona namhlanje, zonke ezi ziqalekiso ziza kunifikela:+ Yoshuwa 23:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Ukuba niyasaphula isivumelwano uYehova uThixo wenu aniyalele ukuba nisigcine nize nikhonze abanye oothixo, niqubude kubo, uYehova uza kuba nomsindo+ nize nithi shwaka kwilizwe elihle aninike lona.”+
15 “Ukuba anilimameli ilizwi likaYehova uThixo wenu, ningayithobeli yonke imithetho nemimiselo endiniyalela yona namhlanje, zonke ezi ziqalekiso ziza kunifikela:+
16 Ukuba niyasaphula isivumelwano uYehova uThixo wenu aniyalele ukuba nisigcine nize nikhonze abanye oothixo, niqubude kubo, uYehova uza kuba nomsindo+ nize nithi shwaka kwilizwe elihle aninike lona.”+