Duteronomi 28:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 UYehova uza kunenza noyiswe ziintshaba zenu.+ Niza kuzihlasela nisuka kwicala elinye kodwa niza kuthi saa kwiindlela ezisixhenxe xa nizibaleka; niza kuba yinto eyoyikisayo kuzo zonke izizwe zomhlaba.+
25 UYehova uza kunenza noyiswe ziintshaba zenu.+ Niza kuzihlasela nisuka kwicala elinye kodwa niza kuthi saa kwiindlela ezisixhenxe xa nizibaleka; niza kuba yinto eyoyikisayo kuzo zonke izizwe zomhlaba.+