Isaya 41:29 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 29 Jongani! Zonke ziyimfitshimfitshi.* Umsebenzi wazo awuncedi nganto. Imifanekiso yeentlanga yesinyithi* ingumoya nento engekhoyo.+ Yeremiya 14:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Ngaba sikho kwezi zithixo zingancedi nganto esinganisela iintlanga imvula,Okanye amazulu angazinisela ngokwawo izantyalantyala zemvula? Ayinguwe wedwa na, owu Yehova Thixo wethu?+Sithembele kuwe, Kuba nguwe wedwa owenze ezi zinto.
29 Jongani! Zonke ziyimfitshimfitshi.* Umsebenzi wazo awuncedi nganto. Imifanekiso yeentlanga yesinyithi* ingumoya nento engekhoyo.+
22 Ngaba sikho kwezi zithixo zingancedi nganto esinganisela iintlanga imvula,Okanye amazulu angazinisela ngokwawo izantyalantyala zemvula? Ayinguwe wedwa na, owu Yehova Thixo wethu?+Sithembele kuwe, Kuba nguwe wedwa owenze ezi zinto.