Yeremiya 14:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Wathi uYehova kum: “Abaprofeti baprofeta ubuxoki egameni lam.+ Andikhange ndibathume, ndingakhange ndibayalele okanye ndithethe nabo.+ Baniprofetela umbono wobuxoki, ukuvumisa okungento yanto nenkohliso yentliziyo yabo.+ IZililo 2:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Imibono ebonwe ngabaprofeti bakho ngawe ibubuxoki ibe ililize,+Yaye abasityhilanga isiphoso sakho ukuze ubuye ekuthinjweni,+Kodwa baqhubeke bekubonela imibono yamazwi abubuxoki nalahlekisayo.+ Hezekile 13:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 “Babone imibono yenkohliso baza baprofeta ubuxoki, abo bathi, ‘Uthi uYehova,’ abe uYehova engakhange abathume, baza balindela ukuba yenzeke into abayithethileyo.+
14 Wathi uYehova kum: “Abaprofeti baprofeta ubuxoki egameni lam.+ Andikhange ndibathume, ndingakhange ndibayalele okanye ndithethe nabo.+ Baniprofetela umbono wobuxoki, ukuvumisa okungento yanto nenkohliso yentliziyo yabo.+
14 Imibono ebonwe ngabaprofeti bakho ngawe ibubuxoki ibe ililize,+Yaye abasityhilanga isiphoso sakho ukuze ubuye ekuthinjweni,+Kodwa baqhubeke bekubonela imibono yamazwi abubuxoki nalahlekisayo.+
6 “Babone imibono yenkohliso baza baprofeta ubuxoki, abo bathi, ‘Uthi uYehova,’ abe uYehova engakhange abathume, baza balindela ukuba yenzeke into abayithethileyo.+