Yeremiya 26:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 “Uthi uYehova, ‘Yima eyadini yendlu kaYehova, uthethe ngazo* zonke izizwana nezixeko zakwaYuda ezize kukhonza* endlini kaYehova. Zixelele yonke into endikuyalela yona; ungashiyi nalinye igama. Hezekile 2:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Umele uwathethe amazwi am kubo, nokuba bayamamela okanye abamameli, kuba abathobeli.+
2 “Uthi uYehova, ‘Yima eyadini yendlu kaYehova, uthethe ngazo* zonke izizwana nezixeko zakwaYuda ezize kukhonza* endlini kaYehova. Zixelele yonke into endikuyalela yona; ungashiyi nalinye igama.