-
Hezekile 6:13IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
13 Niza kutsho nazi ukuba ndinguYehova,+ xa abaxatyelweyo bethe tywaa phakathi kwezithixo zabo ezenyanyekayo, macala onke ezibingelelo zabo,+ phezu kwazo zonke iinduli eziphakamileyo, kuzo zonke iincopho zeentaba, phantsi kwayo yonke imithi enabileyo, naphantsi kwamasebe emithi emikhulu, apho benze khona iminikelo enevumba elimnandi kwizithixo zabo zonke ezenyanyekayo.+
-