Duteronomi 28:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 “Ukuba anilimameli ilizwi likaYehova uThixo wenu, ningayithobeli yonke imithetho nemimiselo endiniyalela yona namhlanje, zonke ezi ziqalekiso ziza kunifikela:+ Duteronomi 28:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 UYehova uza kunenza noyiswe ziintshaba zenu.+ Niza kuzihlasela nisuka kwicala elinye kodwa niza kuthi saa kwiindlela ezisixhenxe xa nizibaleka; niza kuba yinto eyoyikisayo kuzo zonke izizwe zomhlaba.+ Yeremiya 24:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Ndiza kubenza into eyoyikekayo nentlekele kuzo zonke izizwe zomhlaba,+ babe yinto yokuhlekisa nento ekuzekeliswa ngayo, babe yinto yokugezelwa nento eqalekisiweyo+ kuzo zonke iindawo endibasasazela kuzo.+ Hezekile 23:46 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 46 “Kuba ithi iNkosi enguMongami uYehova: ‘Baza kuziselwa umkhosi ukuze ubenze babe yinto eyoyikekayo nento yokuphangwa.+
15 “Ukuba anilimameli ilizwi likaYehova uThixo wenu, ningayithobeli yonke imithetho nemimiselo endiniyalela yona namhlanje, zonke ezi ziqalekiso ziza kunifikela:+
25 UYehova uza kunenza noyiswe ziintshaba zenu.+ Niza kuzihlasela nisuka kwicala elinye kodwa niza kuthi saa kwiindlela ezisixhenxe xa nizibaleka; niza kuba yinto eyoyikisayo kuzo zonke izizwe zomhlaba.+
9 Ndiza kubenza into eyoyikekayo nentlekele kuzo zonke izizwe zomhlaba,+ babe yinto yokuhlekisa nento ekuzekeliswa ngayo, babe yinto yokugezelwa nento eqalekisiweyo+ kuzo zonke iindawo endibasasazela kuzo.+
46 “Kuba ithi iNkosi enguMongami uYehova: ‘Baza kuziselwa umkhosi ukuze ubenze babe yinto eyoyikekayo nento yokuphangwa.+