Yeremiya 15:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Uyazi wena Yehova,Ndikhumbule uze ujonge ngakum. Undiphindezelele kubantu abanditshutshisayo.+ Ngenxa yokucaphuka kade kwakho, sukundivumela nditshabalale.* Yazi ukuba ngenxa yakho ndiyangcikivwa.+ Yeremiya 20:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Kodwa uYehova wayenam njengegorha eloyikekayo.+ Yiloo nto abo banditshutshisayo beza kukhubeka baze bangaphumeleli.+ Baza kuhlaziswa ngokungathethekiyo, kuba abazukuphumelela. Ukuhlaziswa kwabo ngonaphakade akuzukulityalwa.+
15 Uyazi wena Yehova,Ndikhumbule uze ujonge ngakum. Undiphindezelele kubantu abanditshutshisayo.+ Ngenxa yokucaphuka kade kwakho, sukundivumela nditshabalale.* Yazi ukuba ngenxa yakho ndiyangcikivwa.+
11 Kodwa uYehova wayenam njengegorha eloyikekayo.+ Yiloo nto abo banditshutshisayo beza kukhubeka baze bangaphumeleli.+ Baza kuhlaziswa ngokungathethekiyo, kuba abazukuphumelela. Ukuhlaziswa kwabo ngonaphakade akuzukulityalwa.+