-
Duteronomi 29:19, 20IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
19 “Kodwa ukuba umntu uva amazwi esi sifungo, aze azikhukhumalise entliziyweni yakhe athi, ‘Ndiza kuba seluxolweni, nokuba ndenza okufunwa yintliziyo yam,’ ize loo nto ibangele ukuba ehlelwe yintlekele yena nabantu abasondeleyo kuye,* 20 uYehova akazukumxolela.+ Kunoko uYehova uza kuba nomsindo kakhulu ngenxa yaloo mntu, yaye zonke ezi ziqalekiso zibhalwe kule ncwadi ziza kumfikela ngokuqinisekileyo,+ yaye nakanjani uYehova uza kulicima igama laloo mntu phantsi kwamazulu.
-