19 Yaye ndandinjengetakane legusha elilulamileyo eliza kuxhelwa,
Ndandingayazi ukuba bandiphekela iqhinga besithi:+
“Masitshabalalise lo mthi neziqhamo zawo,
Masimcime igama kwilizwe labaphilayo,
Ukuze igama lakhe lingabi sakhunjulwa.”
20 Kodwa uYehova wemikhosi ugweba ngobulungisa;
Ugocagoca ezona ngcinga zinzulu nentliziyo.+
Mandikubone xa uziphindezela kubo,
Kuba ndiye ndamangala kuwe.