2 Kumkani 23:34 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 34 Ngaphezu koko, uFaro Neko wamenza ukumkani uEliyakim unyana kaYosiya endaweni kaYosiya utata wakhe, waza walitshintsha igama lakhe languYehoyakim; yena uYehowahazi wamthatha wamzisa eYiputa,+ apho wafela khona ekugqibeleni.+ 2 Kronike 36:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Ukumkani waseYiputa wenza uEliyakim umntakwaboYehowahazi ukumkani kwaYuda naseYerusalem. Walitshintsha igama lakhe languYehoyakim, kodwa uNeko+ wamthatha uYehowahazi umntakwabo, wamzisa eYiputa.+ Yeremiya 25:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Eli lilizwi elafika kuYeremiya ngezinto eziza kwenzeka kubo bonke abantu bakwaYuda, ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya ukumkani wakwaYuda, owawungunyaka wokuqala kaKumkani uNebhukadenetsare* waseBhabhiloni; Yeremiya 35:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 35 Ilizwi elafika kuYeremiya livela kuYehova ngemihla kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, lalisithi: Yeremiya 36:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 36 Ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, kwafika ilizwi kuYeremiya livela kuYehova lisithi:
34 Ngaphezu koko, uFaro Neko wamenza ukumkani uEliyakim unyana kaYosiya endaweni kaYosiya utata wakhe, waza walitshintsha igama lakhe languYehoyakim; yena uYehowahazi wamthatha wamzisa eYiputa,+ apho wafela khona ekugqibeleni.+
4 Ukumkani waseYiputa wenza uEliyakim umntakwaboYehowahazi ukumkani kwaYuda naseYerusalem. Walitshintsha igama lakhe languYehoyakim, kodwa uNeko+ wamthatha uYehowahazi umntakwabo, wamzisa eYiputa.+
25 Eli lilizwi elafika kuYeremiya ngezinto eziza kwenzeka kubo bonke abantu bakwaYuda, ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya ukumkani wakwaYuda, owawungunyaka wokuqala kaKumkani uNebhukadenetsare* waseBhabhiloni;
35 Ilizwi elafika kuYeremiya livela kuYehova ngemihla kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, lalisithi:
36 Ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, kwafika ilizwi kuYeremiya livela kuYehova lisithi: