Yeremiya 21:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Abo bashiyekileyo kwesi sixeko baza kufa likrele, yindlala nasisifo esingubhubhani. Kodwa nabani na ophumayo aze azinikezele kumaKhaledi anirhangqileyo uza kuhlala ephila, kwaye uza kubusindisa ubomi bakhe.”’+ Hezekile 14:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 “Kuba ithi iNkosi enguMongami uYehova, ‘Kuza kuba njalo ke xa ndithumela izohlwayo zam ezine,*+ ikrele, indlala, isilwanyana sasendle esikhohlakeleyo nesifo esingubhubhani,+ phezu kweYerusalem ukuze ndinqumle umntu nesilwanyana kuyo.+
9 Abo bashiyekileyo kwesi sixeko baza kufa likrele, yindlala nasisifo esingubhubhani. Kodwa nabani na ophumayo aze azinikezele kumaKhaledi anirhangqileyo uza kuhlala ephila, kwaye uza kubusindisa ubomi bakhe.”’+
21 “Kuba ithi iNkosi enguMongami uYehova, ‘Kuza kuba njalo ke xa ndithumela izohlwayo zam ezine,*+ ikrele, indlala, isilwanyana sasendle esikhohlakeleyo nesifo esingubhubhani,+ phezu kweYerusalem ukuze ndinqumle umntu nesilwanyana kuyo.+