17 AmaKhaledi aziqhekeza zaziingceba iintsika zekopolo+ zendlu kaYehova neenqwelo+ noLwandle lwekopolo+ olwalusendlini kaYehova, ayithwalela eBhabhiloni yonke ikopolo yazo.+ 18 Athatha neenkonkxa, imihlakulo, izicima-mlilo, izitya,+ iindebe+ nazo zonke izinto zekopolo ezazisetyenziswa etempileni.