Yeremiya 4:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 Kuba ndive ilizwi elinjengelomfazi ogulayo,Intlungu enjengeyomfazi ozala umntwana wokuqala,Ilizwi lentombi yaseZiyon emana iphefumla nzima. Yolula izandla zayo isithi:+ “Ndisengxakini, kuba ndidiniwe ngababulali!” Mika 4:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Ukhwazela ntoni ke ngoku? Awunakumkani na wena,Okanye utshabalele umcebisi wakho,Ukuze ubanjwe yinimba njengomfazi obelekayo?+
31 Kuba ndive ilizwi elinjengelomfazi ogulayo,Intlungu enjengeyomfazi ozala umntwana wokuqala,Ilizwi lentombi yaseZiyon emana iphefumla nzima. Yolula izandla zayo isithi:+ “Ndisengxakini, kuba ndidiniwe ngababulali!”
9 Ukhwazela ntoni ke ngoku? Awunakumkani na wena,Okanye utshabalele umcebisi wakho,Ukuze ubanjwe yinimba njengomfazi obelekayo?+