Nehemiya 9:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 Yaye ngenxa yokuba unenceba, zange ubatshabalalise+ okanye ubashiye, kuba unguThixo onovelwano* nenceba.+ Yeremiya 30:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 “Kuba ndinawe,” utsho uYehova, “ukuze ndikusindise. Ndiza kuzitshabalalisa zonke iintlanga endikuchithachithele kuzo.+Kodwa ke wena andizukukutshabalalisa.+ Ndiza kukuqeqesha* ngendlela ekufaneleyo,Nakanjani soze ndingakohlwayi.”+ Mika 7:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Ngubani na uThixo onjengawe,Oxolela isiphoso nodlulayo kwisono+ sabantu abashiyekileyo kwilifa lakhe?+ Akayi kubambelela ngonaphakade kumsindo wakhe,Kuba uvuyiswa luthando olungagungqiyo.+
31 Yaye ngenxa yokuba unenceba, zange ubatshabalalise+ okanye ubashiye, kuba unguThixo onovelwano* nenceba.+
11 “Kuba ndinawe,” utsho uYehova, “ukuze ndikusindise. Ndiza kuzitshabalalisa zonke iintlanga endikuchithachithele kuzo.+Kodwa ke wena andizukukutshabalalisa.+ Ndiza kukuqeqesha* ngendlela ekufaneleyo,Nakanjani soze ndingakohlwayi.”+
18 Ngubani na uThixo onjengawe,Oxolela isiphoso nodlulayo kwisono+ sabantu abashiyekileyo kwilifa lakhe?+ Akayi kubambelela ngonaphakade kumsindo wakhe,Kuba uvuyiswa luthando olungagungqiyo.+