Hezekile 47:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Le ndoda yaya ngasempuma iphethe intambo yokumeta,+ yameta iikubhite* eziyi-1 000 yaza yandingenisa emanzini, ibe ayebetha emaqatheni. Zekariya 2:1, 2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Ndajonga phezulu ndabona indoda ephethe intambo yokumeta.+ 2 Ndayibuza: “Uya phi?” Yathi: “Ndiyokumeta iYerusalem, ukuze ndibone ukuba bungakanani ububanzi nobude bayo.”+ ISityhilelo 11:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Ndanikwa ingcongolo enjengentonga,*+ kusithiwa kum: “Phakama uze umete indawo engcwele yetempile kaThixo, isibingelelo kunye nabo bakhonzela kuyo. ISityhilelo 21:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Lowo wayethetha nam wayephethe ingcongolo yegolide yokumeta, ukuze amete ngayo isixeko, iigeyithi zaso nodonga lwaso.+
3 Le ndoda yaya ngasempuma iphethe intambo yokumeta,+ yameta iikubhite* eziyi-1 000 yaza yandingenisa emanzini, ibe ayebetha emaqatheni.
2 Ndajonga phezulu ndabona indoda ephethe intambo yokumeta.+ 2 Ndayibuza: “Uya phi?” Yathi: “Ndiyokumeta iYerusalem, ukuze ndibone ukuba bungakanani ububanzi nobude bayo.”+
11 Ndanikwa ingcongolo enjengentonga,*+ kusithiwa kum: “Phakama uze umete indawo engcwele yetempile kaThixo, isibingelelo kunye nabo bakhonzela kuyo.
15 Lowo wayethetha nam wayephethe ingcongolo yegolide yokumeta, ukuze amete ngayo isixeko, iigeyithi zaso nodonga lwaso.+