-
Hezekile 20:40IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
40 “‘Kuba entabeni yam engcwele, entabeni ephakamileyo yakwaSirayeli,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova, ‘kulapho yonke indlu kaSirayeli iza kundikhonza khona elizweni.+ Ndiza kukholiswa ngabo kuloo ndawo, ibe ndiza kuyifuna apho iminikelo yenu nesivuno sokuqala seminikelo yenu kuzo zonke izinto zenu ezingcwele.+
-