-
Hezekile 42:13IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
13 Emva koko le ndoda yathi kum: “Amagumbi okutyela asemntla namagumbi okutyela asemzantsi angasebaleni,+ ngamagumbi okutyela angcwele, apho ababingeleli abasondela kuYehova batyela khona eyona minikelo ingcwele.+ Bayibeka apho eyona minikelo ingcwele, umnikelo wokutya, umnikelo wesono nomnikelo wetyala, kuba le ndawo ingcwele.+
-