Yeremiya 14:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Ukuba ndiyaphuma ndiye endle ndize ndijonge,Ndibona abo babulewe ngekrele!+ Kwaye ukuba ndingena esixekweni,Ndibona izifo ezibangelwa yindlala!+ Kuba umprofeti kunye nombingeleli bajikeleze ilizwe abangalaziyo.’”+ Hezekile 5:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Inxalenye yenu yokuqala iza kufa ngesifo esingubhubhani okanye igqitywe yindlala. Enye iza kuwa ngekrele macala onke.+ Eyokugqibela ndiza kuyithi saa kuyo yonke indawo,* ndize ndirhole ikrele ndibaleqe.+
18 Ukuba ndiyaphuma ndiye endle ndize ndijonge,Ndibona abo babulewe ngekrele!+ Kwaye ukuba ndingena esixekweni,Ndibona izifo ezibangelwa yindlala!+ Kuba umprofeti kunye nombingeleli bajikeleze ilizwe abangalaziyo.’”+
12 Inxalenye yenu yokuqala iza kufa ngesifo esingubhubhani okanye igqitywe yindlala. Enye iza kuwa ngekrele macala onke.+ Eyokugqibela ndiza kuyithi saa kuyo yonke indawo,* ndize ndirhole ikrele ndibaleqe.+