1 Kumkani 22:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 UMikaya wathi: “Ngoko ke live ilizwi likaYehova: Ndibone uYehova ehleli etroneni yakhe,+ engqongwe nguwo wonke umkhosi wamazulu, ngasekunene nangasekhohlo.+ INdumiso 99:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 99 UYehova nguKumkani.+ Mazingcangcazele izizwana. Uhleli etroneni yakhe entla* kweekherubhi.+ Mawugungqe umhlaba. Isaya 6:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Ngonyaka wokufa kukaKumkani u-Uziya,+ ndabona uYehova ehleli kwitrone ephakamileyo nephezulu,+ imibhinqo yakhe izalise itempile. ISityhilelo 4:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Ngokukhawuleza emva koko ndaba nomoya kaThixo, yaye jonga! Ndabona nantso itrone ikwindawo yayo ezulwini, kukho umntu ohleli kuyo.+
19 UMikaya wathi: “Ngoko ke live ilizwi likaYehova: Ndibone uYehova ehleli etroneni yakhe,+ engqongwe nguwo wonke umkhosi wamazulu, ngasekunene nangasekhohlo.+
99 UYehova nguKumkani.+ Mazingcangcazele izizwana. Uhleli etroneni yakhe entla* kweekherubhi.+ Mawugungqe umhlaba.
6 Ngonyaka wokufa kukaKumkani u-Uziya,+ ndabona uYehova ehleli kwitrone ephakamileyo nephezulu,+ imibhinqo yakhe izalise itempile.
2 Ngokukhawuleza emva koko ndaba nomoya kaThixo, yaye jonga! Ndabona nantso itrone ikwindawo yayo ezulwini, kukho umntu ohleli kuyo.+