Hezekile 37:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Awazukuphinda azingcolise ngezithixo zawo ezenyanyekayo, ngezinto azenzayo ezilizothe nangazo zonke izono zawo.+ Ndiza kuwasindisa kuzo zonke izono zawo zokungathembeki, ibe ndiza kuwacoca. Aza kuba ngabantu bam, nam ndibe nguThixo wawo.+
23 Awazukuphinda azingcolise ngezithixo zawo ezenyanyekayo, ngezinto azenzayo ezilizothe nangazo zonke izono zawo.+ Ndiza kuwasindisa kuzo zonke izono zawo zokungathembeki, ibe ndiza kuwacoca. Aza kuba ngabantu bam, nam ndibe nguThixo wawo.+