Genesis 38:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Malunga neenyanga ezintathu emva koko, kwathiwa kuYuda: “UTamare umolokazana wakho uye wazenza umfazi othengisa ngomzimba, ibe ukhulelwe ngenxa yale nto ayenzileyo.” Akuyiva loo nto, uYuda wathi: “Mkhupheni atshiswe.”+ Levitikus 20:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 “‘Nantsi into efanele yenziwe ngendoda ekrexeze nomfazi wenye indoda: Loo ndoda ikrexeze nomfazi womnye umntu imele nakanjani ibulawe kunye naloo mfazi ikrexeze naye.+ Duteronomi 22:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 “Ukuba kufunyenwe indoda ilele nomfazi wenye indoda, bobabini bamele bafe, loo ndoda kunye naloo mfazi.+ Nimele nibususe ububi kwaSirayeli.
24 Malunga neenyanga ezintathu emva koko, kwathiwa kuYuda: “UTamare umolokazana wakho uye wazenza umfazi othengisa ngomzimba, ibe ukhulelwe ngenxa yale nto ayenzileyo.” Akuyiva loo nto, uYuda wathi: “Mkhupheni atshiswe.”+
10 “‘Nantsi into efanele yenziwe ngendoda ekrexeze nomfazi wenye indoda: Loo ndoda ikrexeze nomfazi womnye umntu imele nakanjani ibulawe kunye naloo mfazi ikrexeze naye.+
22 “Ukuba kufunyenwe indoda ilele nomfazi wenye indoda, bobabini bamele bafe, loo ndoda kunye naloo mfazi.+ Nimele nibususe ububi kwaSirayeli.