11 Yithi kubo, ‘Ithi iNkosi enguMongami uYehova, “Ndiphila nje, akundivuyisi ukufa komenzi-bubi,+ kodwa ndifuna atshintshe iindlela zakhe+ aze aqhubeke ephila.+ Guqukani, guqukani kwiindlela zenu,+ kuba kunyanzelekile na ukuba nide nife, ndlu kaSirayeli?”’+