-
2 Kumkani 25:5-7IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
5 Kodwa umkhosi wamaKhaledi wamleqa ukumkani, wamfumana kwintlango yaseYeriko, waza wathi saa umkhosi wakhe. 6 Emva koko wambamba ukumkani,+ wamsa kukumkani waseBhabhiloni eRibhela, waza wamgweba. 7 Wabaxhaxha phambi kwamehlo akhe oonyana bakhe; emva koko uNebhukadenetsare wamtyhaphaza amehlo uZedekiya, wambopha ngamatsheyini ekopolo, waza waya naye eBhabhiloni.+
-