Isaya 11:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Baza kwehlela kumathambeka amaFilisti* ngasentshona;Boxuthe izinto zabantu baseMpuma. Baza kumoyisa uEdom+ noMowabhi,*+Nama-Amoni aza kuba phantsi kwabo.+ Isaya 63:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 63 Ngubani na lo uthi gqi ngakwaEdom,+Lo uvela eBhotsera,+ enxibe iimpahla ezimibalabala,*Lo unxibe iimpahla ezimbejembeje,Engqisha ngamandlakazi? “Ndim lo, Lowo uthetha ngobulungisa,Lowo unamandla okusindisa angathethekiyo.”
14 Baza kwehlela kumathambeka amaFilisti* ngasentshona;Boxuthe izinto zabantu baseMpuma. Baza kumoyisa uEdom+ noMowabhi,*+Nama-Amoni aza kuba phantsi kwabo.+
63 Ngubani na lo uthi gqi ngakwaEdom,+Lo uvela eBhotsera,+ enxibe iimpahla ezimibalabala,*Lo unxibe iimpahla ezimbejembeje,Engqisha ngamandlakazi? “Ndim lo, Lowo uthetha ngobulungisa,Lowo unamandla okusindisa angathethekiyo.”