6 Kodwa emva kokuba amaYuda eqhubeke emchasa yaye ethetha amazwi ahlabayo, wavuthulula iimpahla zakhe+ waza wathi kuwo: “Nantoni na eyenzekayo kuni, iza kube ibangelwe nini.+ Mna andinatyala legazi lenu.+ Ukususela ngoku ndiza kuya kubantu beentlanga.”+