Duteronomi 9:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Ngoko ke nimele nazi namhlanje ukuba uYehova uThixo wenu uza kuwela phambi kwenu.+ Ungumlilo otshabalalisayo+ yaye uza kubatshabalalisa. Uza kuboyisa phambi kwenu ukuze nikhawuleze nibagxothe* kanye njengokuba uYehova enithembisile.+ Hebhere 12:29 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 29 Kuba uThixo wethu ungumlilo otshabalalisayo.+
3 Ngoko ke nimele nazi namhlanje ukuba uYehova uThixo wenu uza kuwela phambi kwenu.+ Ungumlilo otshabalalisayo+ yaye uza kubatshabalalisa. Uza kuboyisa phambi kwenu ukuze nikhawuleze nibagxothe* kanye njengokuba uYehova enithembisile.+