Marko 13:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 “Kodwa ke, xa nibona into eyenyanyekayo netshabalalisayo+ imi apho ingafanele ime khona (ofundayo makasebenzise ingqondo), abantu bakwaYuda mababalekele ezintabeni.+ Luka 21:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 “Kodwa ke, xa nibona iYerusalem irhangqwe ziintente zamajoni,+ ze nazi ukuba sele iza kutshatyalaliswa.+
14 “Kodwa ke, xa nibona into eyenyanyekayo netshabalalisayo+ imi apho ingafanele ime khona (ofundayo makasebenzise ingqondo), abantu bakwaYuda mababalekele ezintabeni.+
20 “Kodwa ke, xa nibona iYerusalem irhangqwe ziintente zamajoni,+ ze nazi ukuba sele iza kutshatyalaliswa.+