12 “Ngelo xesha uMikayeli,+ inkosana enkulu+ emela abantu bakowenu, uza kuma. Kwaye kuza kufika ixesha elinzima, ixesha ekungazange kubekho linjengalo ukusuka ekusekweni kohlanga de kwaba lelo xesha. Ngelo xesha, abantu bakowenu baza kusinda,+ bonke abo bafunyenwe bebhaliwe encwadini.+