Daniyeli 8:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Ngoko wasondela kweli cala ndandimi kulo, kodwa xa wayesiza ndandityhwatyhwa kukoyika ndade ndaqubuda. Wathi kum: “Qonda, nyana womntu, ukuba lo mbono ngowexesha lesiphelo.”+ Daniyeli 8:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 “Izinto ezithethwe embonweni malunga nokuhlwa nokusa ziyinyaniso, kodwa kufuneka uwugcine uyimfihlelo lo mbono, kuba usengowemihla emininzi ezayo.”*+ Daniyeli 12:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 “Wena ke Daniyeli, wagcine eyimfihlo la mazwi, uyivale ngci incwadi, kude kube lixesha lesiphelo.+ Abaninzi baza kwehla benyuka bekhangela,* yaye ulwazi lokwenyaniso luza kuba luninzi.”+
17 Ngoko wasondela kweli cala ndandimi kulo, kodwa xa wayesiza ndandityhwatyhwa kukoyika ndade ndaqubuda. Wathi kum: “Qonda, nyana womntu, ukuba lo mbono ngowexesha lesiphelo.”+
26 “Izinto ezithethwe embonweni malunga nokuhlwa nokusa ziyinyaniso, kodwa kufuneka uwugcine uyimfihlelo lo mbono, kuba usengowemihla emininzi ezayo.”*+
4 “Wena ke Daniyeli, wagcine eyimfihlo la mazwi, uyivale ngci incwadi, kude kube lixesha lesiphelo.+ Abaninzi baza kwehla benyuka bekhangela,* yaye ulwazi lokwenyaniso luza kuba luninzi.”+