1 Samuweli 17:37 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 37 UDavide waphinda wathi: “UYehova, owandisindisa kwingonyama nakwibhere, uza kundisindisa kulaa mFilisti.”+ Xa weva loo mazwi, uSawule wathi kuDavide: “Hamba, kwanga uYehova anganawe.” INdumiso 27:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 UYehova kukukhanya kwam+ yaye uyandisindisa. Ngubani ke endinokumoyika?+ UYehova yindawo yobomi bam ekhuselekileyo.+ Ngubani ke onokundinkwantyisa? Isaya 12:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Jonga! UThixo uyandisindisa.+ Ndiza kuthembela kuye, ndingoyiki;+Kuba uYa,* uYehova ungamandla am nokomelela kwam,Kwaye uye wandisindisa.”+ Daniyeli 6:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Uyahlangula,+ uyasindisa, yaye wenza imimangaliso emazulwini nasemhlabeni,+ kuba umhlangule uDaniyeli ekubulaweni ziingonyama.”
37 UDavide waphinda wathi: “UYehova, owandisindisa kwingonyama nakwibhere, uza kundisindisa kulaa mFilisti.”+ Xa weva loo mazwi, uSawule wathi kuDavide: “Hamba, kwanga uYehova anganawe.”
27 UYehova kukukhanya kwam+ yaye uyandisindisa. Ngubani ke endinokumoyika?+ UYehova yindawo yobomi bam ekhuselekileyo.+ Ngubani ke onokundinkwantyisa?
2 Jonga! UThixo uyandisindisa.+ Ndiza kuthembela kuye, ndingoyiki;+Kuba uYa,* uYehova ungamandla am nokomelela kwam,Kwaye uye wandisindisa.”+
27 Uyahlangula,+ uyasindisa, yaye wenza imimangaliso emazulwini nasemhlabeni,+ kuba umhlangule uDaniyeli ekubulaweni ziingonyama.”