Duteronomi 30:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 uYehova uThixo wenu uza kubabuyisa abathinjwa benu,+ abe nenceba kuni+ aze aniqokelele kwakhona kuzo zonke izizwana anisasazele kuzo uYehova uThixo wenu.+ Yeremiya 29:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Kwaye ndiza kunivumela ukuba nindifumane,’+ utsho uYehova. ‘Ndiza kubahlanganisa abathinjwa bakho ndize ndiniqokelele ndinikhuphe kuzo zonke iintlanga neendawo endinisasazele kuzo,’+ utsho uYehova. ‘Ibe ndiza kunibuyisela kwindawo endanenza nathinjwa nikuyo.’+ Amosi 9:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Ndiza kubabuyisa abantu bam abathinjiweyo amaSirayeli,+Ibe baza kuphinda bazakhe izixeko ezingenabantu baze bahlale kuzo;+Baza kutyala amasimi eediliya basele iwayini yazo,+Balime iigadi batye iziqhamo zazo.’+
3 uYehova uThixo wenu uza kubabuyisa abathinjwa benu,+ abe nenceba kuni+ aze aniqokelele kwakhona kuzo zonke izizwana anisasazele kuzo uYehova uThixo wenu.+
14 Kwaye ndiza kunivumela ukuba nindifumane,’+ utsho uYehova. ‘Ndiza kubahlanganisa abathinjwa bakho ndize ndiniqokelele ndinikhuphe kuzo zonke iintlanga neendawo endinisasazele kuzo,’+ utsho uYehova. ‘Ibe ndiza kunibuyisela kwindawo endanenza nathinjwa nikuyo.’+
14 Ndiza kubabuyisa abantu bam abathinjiweyo amaSirayeli,+Ibe baza kuphinda bazakhe izixeko ezingenabantu baze bahlale kuzo;+Baza kutyala amasimi eediliya basele iwayini yazo,+Balime iigadi batye iziqhamo zazo.’+