-
ABagwebi 20:4-6IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
4 Yaphendula yathi le ndoda ingumLevi+ ibulawelwe umfazi: “Mna nomfazi wam* besize kulala eGibheya+ yakwaBhenjamin. 5 Abantu* bakwaBhenjamin eGibheya baye bandihlasela, barhangqa indlu ebendikuyo ebusuku. Bebefuna ukubulala mna, kodwa badlwengula umfazi wam,* wafa.+ 6 Ngoko ke ndiye ndawunqunqa umzimba womfazi wam,* ndaza ndawuthumela kuzo zonke iindawo ezililifa likaSirayeli,+ ngenxa yokuba benze eli nyala limasikizi kwaSirayeli.
-