1 Kumkani 12:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 UYerobhoham wathi entliziyweni yakhe: “Ngoku ubukumkani buza kubuyela kwindlu kaDavide.+ 1 Kumkani 12:28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 Emva kokucela amacebiso, ukumkani wenza amathole amabini enkomo ngegolide+ waza wathi ebantwini: “Kuyanisokolisa ukuya eYerusalem. Nanku uThixo wakho, Sirayeli, owakukhupha elizweni laseYiputa.”+ 1 Kumkani 19:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Ndisenabantu abayi-7 000 kwaSirayeli,+ abangaguqanga ngamadolo abo kuBhahali,+ nabangamphuzanga ngemilomo yabo.”+
28 Emva kokucela amacebiso, ukumkani wenza amathole amabini enkomo ngegolide+ waza wathi ebantwini: “Kuyanisokolisa ukuya eYerusalem. Nanku uThixo wakho, Sirayeli, owakukhupha elizweni laseYiputa.”+
18 Ndisenabantu abayi-7 000 kwaSirayeli,+ abangaguqanga ngamadolo abo kuBhahali,+ nabangamphuzanga ngemilomo yabo.”+