4 Kodwa uKumkani waseAsiriya weva ukuba noHosheya umenzele iyelenqe, kuba wayethumele abathunywa kuKumkani uSo waseYiputa,+ waza akawuzisa umrhumo kukumkani waseAsiriya njengokuba kwakusenziwa kwiminyaka yangaphambili. Ngoko ukumkani waseAsiriya wamvalela, wamgcina ebotshelelwe ejele.