Yeremiya 4:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 “Ukuba uza kubuya, Owu Sirayeli,” utsho uYehova,“Ukuba uza kubuyela kumYaye ukuba uza kuzisusa izithixo zakho ezenyanyekayo phambi kwam,Uza kutsho ungabi yimbacu.+ Hoseya 12:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 “Ngoko buyela kuThixo wakho,+Hlala unothando olungagungqiyo nobulungisa,+Yaye hlala uthembele kuThixo wakho. Hoseya 14:1, 2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 “Buyela kuYehova uThixo wakho Sirayeli,+Kuba isono sakho sikukhubekisile. 2 Buyela kuYehova nala mazwi,Yithi kuye, ‘Sixolele isono sethu,+ uze wamkele okulungileyo,Yaye siza kunikela indumiso yemilebe yethu+ njengamathole eenkomo.*
4 “Ukuba uza kubuya, Owu Sirayeli,” utsho uYehova,“Ukuba uza kubuyela kumYaye ukuba uza kuzisusa izithixo zakho ezenyanyekayo phambi kwam,Uza kutsho ungabi yimbacu.+
6 “Ngoko buyela kuThixo wakho,+Hlala unothando olungagungqiyo nobulungisa,+Yaye hlala uthembele kuThixo wakho.
14 “Buyela kuYehova uThixo wakho Sirayeli,+Kuba isono sakho sikukhubekisile. 2 Buyela kuYehova nala mazwi,Yithi kuye, ‘Sixolele isono sethu,+ uze wamkele okulungileyo,Yaye siza kunikela indumiso yemilebe yethu+ njengamathole eenkomo.*