2 Kronike 15:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Ngoko waphuma wayokudibana noAsa, wathi kuye: “Ndimamele Asa nani nonke maYuda namaBhenjamin! UYehova uza kuba nani xa nani nikunye naye.+ Ukuba niyamfuna, uza kunivumela nimfumane,+ kodwa ukuba niyamshiya, naye uza kunishiya.+ Isaya 55:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Vulani iindlebe, nize kum.+ Ndimameleni ukuze nihlale niphila,Kwaye ndiza kukulungela ukwenza isivumelwano nani esiza kuhlala sikho+Ndinithande ngothando olungagugqiyo endaluthembisa uDavide.+ Isaya 55:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Funani uYehova ngoxa esafumaneka.+ Mbizeni ngoxa esekufutshane.+
2 Ngoko waphuma wayokudibana noAsa, wathi kuye: “Ndimamele Asa nani nonke maYuda namaBhenjamin! UYehova uza kuba nani xa nani nikunye naye.+ Ukuba niyamfuna, uza kunivumela nimfumane,+ kodwa ukuba niyamshiya, naye uza kunishiya.+
3 Vulani iindlebe, nize kum.+ Ndimameleni ukuze nihlale niphila,Kwaye ndiza kukulungela ukwenza isivumelwano nani esiza kuhlala sikho+Ndinithande ngothando olungagugqiyo endaluthembisa uDavide.+