Duteronomi 30:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 uYehova uThixo wenu uza kubabuyisa abathinjwa benu,+ abe nenceba kuni+ aze aniqokelele kwakhona kuzo zonke izizwana anisasazele kuzo uYehova uThixo wenu.+ INdumiso 103:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 UYehova unenceba ibe uyabavela abantu,*+Ucaphuka kade ibe uphuphuma luthando olungagungqiyo.+ INdumiso 103:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 UYehova ubenzele inceba abo bamoyikayo,Njengoko utata ebenzela inceba oonyana bakhe.+ Hoseya 2:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Ndiza kukungeja* ndimanyane nawe ngonaphakade,Ndiza kukungeja* ngobulungisa nangokusesikweni,*Ngothando olungagungqiyo nenceba.+
3 uYehova uThixo wenu uza kubabuyisa abathinjwa benu,+ abe nenceba kuni+ aze aniqokelele kwakhona kuzo zonke izizwana anisasazele kuzo uYehova uThixo wenu.+
19 Ndiza kukungeja* ndimanyane nawe ngonaphakade,Ndiza kukungeja* ngobulungisa nangokusesikweni,*Ngothando olungagungqiyo nenceba.+