INdumiso 147:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 UYehova wakha iYerusalem;+Uqokelela onke amaSirayeli asasazekileyo.+ Isaya 56:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Ithi iNkosi enguMongami uYehova, Lowo uqokelela abo basasazekileyo bakwaSirayeli:+ “Ndiza kubaqokelela ndawonye nabanye ngaphandle kwabo sele beqokelelene kakade.”+ Hezekile 34:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Ndiza kuzihoya iigusha zam njengomalusi ofumene iigusha zakhe ebezithe saa waza wazondla.+ Ndiza kuzisindisa kwiindawo ebezisasazeke kuzo ngemini yamafu nobumnyama.+ Hezekile 34:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 “Elahlekileyo ndiza kuyikhangela,+ ebhaduleyo ndiza kuyibuyisa, eyenzakeleyo ndiza kuyibopha, nengenamandla ndiza kuyomeleza; kodwa etyebileyo neyomeleleyo ndiza kuyitshabalalisa. Leyo ndiza kuyondla ngomgwebo.” Hezekile 37:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 “Emva koko yithi kubo, ‘Ithi iNkosi enguMongami uYehova: “Ndiza kuwalanda amaSirayeli phakathi kweentlanga aye kuzo, ndiwaqokelele esuka kuzo zonke iindawo ndize ndiwabuyisele elizweni lawo.+ Zefaniya 3:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Jonga! Ngelo xesha ndiza kubahlasela bonke abo bakucinezelayo,+Ndimsindise oqhwalelayo,+Ndiqokelele abo bathe saa.+ Ndiza kubenza badume* baze banconyweKuwo onke amazwe abahlaziswa kuwo.
8 Ithi iNkosi enguMongami uYehova, Lowo uqokelela abo basasazekileyo bakwaSirayeli:+ “Ndiza kubaqokelela ndawonye nabanye ngaphandle kwabo sele beqokelelene kakade.”+
12 Ndiza kuzihoya iigusha zam njengomalusi ofumene iigusha zakhe ebezithe saa waza wazondla.+ Ndiza kuzisindisa kwiindawo ebezisasazeke kuzo ngemini yamafu nobumnyama.+
16 “Elahlekileyo ndiza kuyikhangela,+ ebhaduleyo ndiza kuyibuyisa, eyenzakeleyo ndiza kuyibopha, nengenamandla ndiza kuyomeleza; kodwa etyebileyo neyomeleleyo ndiza kuyitshabalalisa. Leyo ndiza kuyondla ngomgwebo.”
21 “Emva koko yithi kubo, ‘Ithi iNkosi enguMongami uYehova: “Ndiza kuwalanda amaSirayeli phakathi kweentlanga aye kuzo, ndiwaqokelele esuka kuzo zonke iindawo ndize ndiwabuyisele elizweni lawo.+
19 Jonga! Ngelo xesha ndiza kubahlasela bonke abo bakucinezelayo,+Ndimsindise oqhwalelayo,+Ndiqokelele abo bathe saa.+ Ndiza kubenza badume* baze banconyweKuwo onke amazwe abahlaziswa kuwo.