52 Luza kunirhangqa, lunivalele ngaphakathi kuzo zonke izixeko zenu kulo lonke ilizwe lenu, zide ziwe iindonga zenu eziphakamileyo nezikhuselekileyo enithembele ngazo. Nakanjani luza kunirhangqa kuzo zonke izixeko zenu kuwo wonke ummandla welizwe lenu uYehova uThixo wenu aninike wona.+