-
Numeri 22:3, 4IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
3 aza amaMowabhi awoyika kakhulu amaSirayeli, kuba ayemaninzi gqitha. AmaMowabhi awoyika nyhani amaSirayeli.+ 4 Ngoko amaMowabhi athi kubadala bakwaMidiyan:+ “Eli bandla liza kubimbiliza yonke into esingqongileyo, njengenkunzi yenkomo ibimbiliza ingca endle.”
UBhalaki unyana kaTsipore wayengukumkani wakwaMowabhi ngelo xesha.
-