Isaya 1:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Luza kuthi shu olu hlanga lunesono!+Abantu abasindwa ziziphoso,Inzala yamadoda angabenzi-bubi, abantwana abonakeleyo! Baye bamshiya uYehova;+Baye abamhlonipha Lowo Ungcwele kaSirayeli;Baye bamnikela umva. Yeremiya 2:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 ‘Kuba abantu bam benze izinto ezimbini ezimbi:Bandilahlile, mna mthombo wamanzi aphilayo,+Baza bazimbela amaqula, Amaqula aqhekekileyo, angenakugcina manzi.’
4 Luza kuthi shu olu hlanga lunesono!+Abantu abasindwa ziziphoso,Inzala yamadoda angabenzi-bubi, abantwana abonakeleyo! Baye bamshiya uYehova;+Baye abamhlonipha Lowo Ungcwele kaSirayeli;Baye bamnikela umva.
13 ‘Kuba abantu bam benze izinto ezimbini ezimbi:Bandilahlile, mna mthombo wamanzi aphilayo,+Baza bazimbela amaqula, Amaqula aqhekekileyo, angenakugcina manzi.’