Duteronomi 32:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Ngokuba umsindo wam unjengomlilo+Yaye uza kuvutha ude uyokungena ezantsi engcwabeni,*+Uya kuwudla umhlaba nemveliso yawoUvuthise neziseko zeentaba. Yeremiya 7:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Ngoko ke, ithi iNkosi enguMongami uYehova, ‘Jonga! Umsindo wam nobushushu bam buza kuba phezu kwale ndawo,+ ebantwini nakwizilwanyana, kwimithi yasendle nakwiziqhamo zomhlaba; buza kuvutha yaye abuzukucinywa.’+
22 Ngokuba umsindo wam unjengomlilo+Yaye uza kuvutha ude uyokungena ezantsi engcwabeni,*+Uya kuwudla umhlaba nemveliso yawoUvuthise neziseko zeentaba.
20 Ngoko ke, ithi iNkosi enguMongami uYehova, ‘Jonga! Umsindo wam nobushushu bam buza kuba phezu kwale ndawo,+ ebantwini nakwizilwanyana, kwimithi yasendle nakwiziqhamo zomhlaba; buza kuvutha yaye abuzukucinywa.’+