15 Kuba nantsi into ethethwa ngoPhezulu, Lowo Uphakamileyo,
Lowo uphila ngonaphakade+ nonegama elingcwele:+
“Ndihlala kwindawo ephakamileyo nengcwele,+
Kodwa ndikwakunye nabo batyumkileyo nabanomoya othobekileyo,
Ukuze ndivuselele umoya wabo bathobekileyo
Ukuze ndivuselele intliziyo yabo batyumkileyo.+